full screen background image

Adjar Brown – Ikhekhe (lyrics)

23

*Title – Ikhekhe*

* Intro*
Am on my way up(2),
Am on my way niggers 
Don’t look for me(x2),
Am on my way am on my way,
Don’t look for meee.

*vrs 1*

You have been asking where am at,
I was busy at the studio then i hangout,
Phethe abantwana aba top
Siphuza iziphuzo ezi Top
Umgangatho sele uTop,
Amadlozi athokozile,

Sidla indwangu nenja’zam
Sele kudala siphanda idiba,
It was hustle hustle, hustle was a moto,
I have beeen rocking all the stages,
many niggers i see they hate me
Vele nifaka imini skirt,

Faka imali uzobona ,
Ndiphethe iModel C, everyday is my birthday,
Ndidla ikhekhe,
Vele imnandi lento,
Khasuke ndiphathaphathe,
Phatha phatha miriam makeba,
Ngimthatha ngihambe naye,
Bese sisenza into zakhona,

Ewallet ifumile vele kumazi,
Ndi hoster iparty kwi bedroom,
ndiphethe abantwana aba strong,
Sidla uChocolete, ungezi nama simba chips,
Sidla uChocolete , Thina sidla uChocolete,
Thina sidla uChocolete.

*Chorus*
Thina sithi holla back,
Yimali le ibenza baqhuke ama mini skirt,
Mina nenja’zam ,
Sithi phola senze njalo,
Bafuna ukusidlisa ikhekhe ,i khekhe,
Bafuna ukusidlisa ikhekhe ,i khekhe,
Bafuna ukusidlisa ikhekhe ,i khekhe
Bafuna ukusidlisa ikhekhe ,i khekhe.

*******buy album to get full song***
Fana mkhindiva is also in for Chorus.

www.reverbnation.com/adjarbrown

Comments

comments